- 
			
				
Leer por capítulos:
- 
									
   Xhosa									 - 
									
									 
- 
									
									2
									 
									 
									|Job 41:2|
									Unokuyifaka intambo yomzi empumlweni yayo na, Ugqobhoze izidlele zayo ngentola?									
									    
								 
- 
									
									3
									 
									 
									|Job 41:3|
									Ingatarhuzisa kunene na kuwe, Ithethe amazwi athambileyo kuwe?									
									    
								 
- 
									
									4
									 
									 
									|Job 41:4|
									Ingenza umnqophiso na nawe, Wokuba uyithabathe ibe ngumkhonzi waphakade?									
									    
								 
- 
									
									5
									 
									 
									|Job 41:5|
									Ungadlala na nayo njengentaka, Uyikhulekele amantombazana akho?									
									    
								 
- 
									
									6
									 
									 
									|Job 41:6|
									Angarhweba ngayo na amahlulelana abambisayo, Ayabe phakathi kwabarhwebi?									
									    
								 
- 
									
									7
									 
									 
									|Job 41:7|
									Unokusizalisa na isikhumba sayo ngeenyembe, Nentloko yayo ngezikhali zeentlanzi?									
									    
								 
- 
									
									8
									 
									 
									|Job 41:8|
									Beka isandla sakho kuyo; Khumbula imfazwe, ungaphindi.									
									    
								 
- 
									
									9
									 
									 
									|Job 41:9|
									Yabona, ukulinda kobambisayo ngamanga; Inene, uqethuka kwaesayibona.									
									    
								 
- 
									
									10
									 
									 
									|Job 41:10|
									Akukho sijorha sokuyixhokonxa; Ngubani na ke ongazimisa phambi kwam?									
									    
								 
- 
									
									11
									 
									 
									|Job 41:11|
									Ngubani na ondiphangeleyo, wandinika ukuba ndibuyekeze?  Okuphantsi kwamazulu onke kokwam.									
									    
								 
 - 
									
 - 
				
Sugerencias
 

Haga clic para leer Juan 16-18