-
Leer por capítulos:
-
Xhosa -
-
5
|Jeremías 40:5|
Uthe ke engekabuyi, wathi, Buyela kuGedaliya unyana ka-Ahikam, unyana kaShafan, owenziwa umveleli ngukumkani waseBhabheli emizini yakwaYuda, uhlale naye phakathi kwabantu; okanye uye apho kuthe tye emehlweni akho ukuya khona. Umthetheli wabasiki wamnika umxhesho nesipho, wamndulula.
-
-
Sugerencias

Haga clic para leer Hebreos 7-9