-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
21
|Isaías 29:21|
abamenza umoni umntu ngenxa yelizwi eli, bamthiyele owohlwayayo esangweni, balisunduze ilungisa ngochuku.
-
22
|Isaías 29:22|
Ngako oko utsho uYehova kwindlu kaYakobi, lowo wamkhululayo uAbraham, ukuthi, Ngoku uYakobi akayi kudana, ngoku ubuso bakhe abuyi kuba luthuthu.
-
23
|Isaías 29:23|
Ngokuba ekuboneni kwakhe, ekuboneni kwabantwana bakhe, isenzo sezandla zam phakathi kwabo, baya kulingcwalisa igama lam, bamngcwalise oyiNgcwele kaYakobi, bangcangcazele phambi koThixo kaSirayeli.
-
24
|Isaías 29:24|
Baya kukwazi ukuqonda abamoya undwendwayo, bayamkele imfundo abakrokrayo.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Números 20-21