-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
21
|Isaías 66:21|
Ndothabatha nakuzo ezo, zibe ngababingeleli nabaLevi; utsho uYehova.
-
22
|Isaías 66:22|
Kuba njengoko amazulu amatsha nehlabathi elitsha endiza kuwenza, amiyo phambi kwam, utsho uYehova, iya kwenjenjalo ukuma imbewu yenu negama lenu;
-
23
|Isaías 66:23|
kuthi kuphikelane nokuthwasa kweenyanga zonke, kuphikelane neesabatha zonke, ukuza kwenyama yonke, ukuba iqubude phambi kwam; utsho uYehova.
-
24
|Isaías 66:24|
Baya kuphuma babone izidumbu zamadoda akreqileyo kum; kuba iimpethu zabo aziyi kufa, nomlilo wabo ungacimi, babe linyumnyezi kuluntu lonke.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Números 20-21