-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
21
|Isaías 51:21|
Ngako oko, khawuve le nto, wena ludwayinge, unxilayo kodwa kungengayo iwayini;
-
22
|Isaías 51:22|
itsho iNkosi yakho uYehova, uThixo wakho obathethelelayo abantu bakhe, ukuthi, Yabona, ndiyayithabatha esandleni sakho indebe ehexisayo, indebe enombilini yobushushu bam; akusayi kuphinda usele kuyo.
-
23
|Isaías 51:23|
Ndoyibeka esandleni sabakwenza isingqala, ababesithi kumphefumlo wakho, Qubuda sigqithe, waza wena wawenza umhlana wakho wanjengomhlaba, wanjengesitrato kwabagqitha phezu kwawo.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 2 Corintios 5-7