-
Leer por capítulos:
106-
Xhosa
-
-
41
|Salmos 106:41|
Wabanikela ezandleni zeentlanga, Balawulwa ngababathiyileyo.
-
42
|Salmos 106:42|
Zabaxina iintshaba zabo, Bathotyelwa phantsi kwezandla zazo.
-
43
|Salmos 106:43|
Zibe zininzi izihlandlo ebahlangula; Ke bona bamphikisa ngamaqhinga abo, Bonakala bubugwenxa babo.
-
44
|Salmos 106:44|
Noko ke wakunonelela ukubandezelwa kwabo, Akuva ukuhlahlamba kwabo.
-
45
|Salmos 106:45|
Wawukhumbula ngenxa yabo umnqophiso wakhe, Wazohlwaya ngenxa yobuninzi beenceba zakhe.
-
46
|Salmos 106:46|
Wabafumanisa imfesane Phambi kwabo bonke abaye bebathimbile.
-
47
|Salmos 106:47|
Sisindise, Yehova, Thixo wethu, Sibuthe ezintlangeni, Ukuze sibulele kwigama lakho elingcwele, Sizingce ngendumiso yakho.
-
48
|Salmos 106:48|
Makabongwe uYehova, uThixo kaSirayeli, Kususela kwaphakade kude kuse ephakadeni. Mabathi bonke abantu, Amen. Haleluya!
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Romanos 1-4