-
Leer por capítulos:
113-
Xhosa
-
-
1
|Salmos 113:1|
Haleluya! Dumisani, bakhonzi bakaYehova, Dumisani igama likaYehova.
-
2
|Salmos 113:2|
Malibongwe igama likaYehova, Kususela ngokunje, kude kuse ephakadeni.
-
3
|Salmos 113:3|
Kwasekuphumeni kwelanga kuse ekutshoneni kwalo, Malidunyiswe igama likaYehova.
-
4
|Salmos 113:4|
Uphakamile ngaphezu kweentlanga zonke uYehova, Bungaphezulu kwamazulu ubuqaqawuli bakhe.
-
5
|Salmos 113:5|
Ngubani na onjengoYehova, uThixo wethu? Ulohlala phezulu;
-
6
|Salmos 113:6|
Uloqondela phantsi; Ezulwini nasemhlabeni?
-
7
|Salmos 113:7|
Ulomvusa eluthulini osweleyo, Ulomphakamisa ezaleni olihlwempu,
-
8
|Salmos 113:8|
Ukuba amhlalise namanene, Amanene abantu bakhe;
-
9
|Salmos 113:9|
Ulohlalisa endlwini umfazi ongazaliyo, Abe ngunobantwana ovuyayo. Haleluya!
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Éxodo 37-38