-
Leer por capítulos:
128-
Xhosa
-
-
1
|Salmos 128:1|
Ingoma yezinyuko. Hayi, uyolo lwabantu bonke abamoyikayo uYehova, Abahamba ngeendlela zakhe!
-
2
|Salmos 128:2|
Ukuxelenga kwezandla zakho inene uya kukudla, Uya kuba noyolo wena, kulunge kuwe.
-
3
|Salmos 128:3|
Umkakho woba njengomdiliya oqhamayo Endlwini yakho ngaphakathi; Oonyana bakho babe njengezithole zomnquma Ngeenxa zonke esithebeni sakho.
-
4
|Salmos 128:4|
Yabona, unjalo ukusikelelwa umfo Omoyikayo uYehova.
-
5
|Salmos 128:5|
Makakusikelele uYehova eZiyon. Uyibone iYerusalem inenyhweba Yonke imihla yobomi bakho;
-
6
|Salmos 128:6|
Ubone abantwana babantwana bakho. Malube luxolo kuSirayeli.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Éxodo 37-38