-
Leer por capítulos:
10-
Xhosa
-
-
11
|Salmos 10:11|
Uthi entliziyweni yakhe, UThixo ulibele, Ubusithelisile ubuso bakhe, akabonanga nento.
-
12
|Salmos 10:12|
KhawusukÂ’ ume, Yehova, phakamisa isandla sakho, Thixo. Musa ukubalibala abalulamileyo.
-
13
|Salmos 10:13|
Kungenxa yani na ukuba ongendawo amgibe uThixo, Athi entliziyweni yakhe, Akuyi kubuza?
-
14
|Salmos 10:14|
Ubonile wena; ngokuba uyabubona ububi nenkathazo, ububeke esandleni sakho; Uzinikela kuwe oludwayi; Ungumncedi weenkedama wena.
-
15
|Salmos 10:15|
Yaphula ingalo yongendawo; Onobubi, mbuze okungendawo kwakhe, kungasali nento.
-
16
|Salmos 10:16|
UYehova nguKumkani ngonaphakade kanaphakade; Zitshabalele iintlanga, azabakho ehlabathini lakhe.
-
17
|Salmos 10:17|
Umnqweno wabalulamileyo uwuvile, Yehova; Wazizimasa iintliziyo zabo, wayibaza indlebe yakho,
-
18
|Salmos 10:18|
Ukuba ugwebe ityala lenkedama noxinzelelweyo, Angabi sabangcangcazelisa umntu wasehlabathini.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 1 Corintios 8-10