-
Leer por capítulos:
116-
Xhosa
-
-
11
|Salmos 116:11|
Ndathi mna ekuphakuzeleni kwam, Bonke abantu ngamaxoki.
-
12
|Salmos 116:12|
Ndingambuyisela ngantoni na uYehova Konke ukundiphatha kwakhe kakuhle?
-
13
|Salmos 116:13|
Ndophakamisa indebe yosindiso, Ndinqule igama likaYehova.
-
14
|Salmos 116:14|
Ewe, ndozizalisa izibhambathiso zam kuYehova, Phambi kwabantu bakhe bonke kalokunje.
-
15
|Salmos 116:15|
Kunqabile emehlweni kaYehova Ukufa kwakhakhe benceba.
-
16
|Salmos 116:16|
Okunene, Yehova, ndingumkhonzi wakho, Ndingumkhonzi wakho, unyana womkhonzazana wakho; Uzicombulule iimbophelelo zam.
-
17
|Salmos 116:17|
Ndiya kubingelela kuwe umbingelelo wombulelo, Ndinqule igama likaYehova.
-
18
|Salmos 116:18|
Ewe, ndiya kuzizalisa izibhambathiso zam kuYehova, Phambi kwabantu bakhe bonke,
-
19
|Salmos 116:19|
Ezintendelezweni zendlu kaYehova, Esazulwini sakho, Yerusalem. Haleluya!
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Números 20-21