-
Leer por capítulos:
136-
Xhosa -
-
21
|Salmos 136:21|
Walinikela ilizwe labo laba lilifa: Ngokuba ingunaphakade inceba yakhe,
-
22
|Salmos 136:22|
Laba lilifa kuSirayeli umkhonzi wakhe: Ngokuba ingunaphakade inceba yakhe.
-
23
|Salmos 136:23|
Owasikhumbulayo ebuphantsini bethu: Ngokuba ingunaphakade inceba yakhe.
-
24
|Salmos 136:24|
Wasihlangula kwabasibandezelayo: Ngokuba ingunaphakade inceba yakhe.
-
25
|Salmos 136:25|
Ulonika into yonke ephilileyo ukudla: Ngokuba ingunaphakade inceba yakhe.
-
26
|Salmos 136:26|
Bulelani kuThixo wamazulu: Ngokuba ingunaphakade inceba yakhe.
-
-
Sugerencias

Haga clic para leer Hebreos 4-6