-
Leer por capítulos:
25-
Xhosa
-
-
11
|Salmos 25:11|
Ngenxa yegama lakho, Yehova, xolela ubugwenxa bam, Ngokuba bukhulu bona.
-
12
|Salmos 25:12|
Ngubani na ke umntu omoyikayo uYehova? Womyalela indlela aya kuyinyula.
-
13
|Salmos 25:13|
Umphefumlo wakhe wohlala wonwabile, Imbewu yakhe ilidle ilifa ilizwe.
-
14
|Salmos 25:14|
Ukucweya kukaYehova kunabamoyikayo; Ubazisa umnqophiso wakhe.
-
15
|Salmos 25:15|
Amehlo am ahlala emi kuYehova, Ngokuba nguye ozirholayo eluthanjeni iinyawo zam.
-
16
|Salmos 25:16|
Ndibheke, undibabale, Ngokuba ndindodwa, ndibandezelekile.
-
17
|Salmos 25:17|
Iimbandezelo zentliziyo yam ziphangalalisiwe; Ndikhuphe ekucuthekeni kwam.
-
18
|Salmos 25:18|
Khangela ukucinezeleka kwam nokwaphuka kwam, Uxolele zonke izono zam.
-
19
|Salmos 25:19|
Zikhangele iintshaba zam, ngokuba zininzi; Zindithiye ngentiyo egonyamelayo.
-
20
|Salmos 25:20|
Wugcine umphefumlo wam, undihlangule; Mandingadani, ngokuba ndizimela ngawe.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Números 33-34