-
Leer por capítulos:
49-
Xhosa
-
-
11
|Salmos 49:11|
Imbilini yabo ithi izindlu zabo zingunaphakade. Iminquba yabo ikwizizukulwana ngezizukulwana; Bayithiya imihlaba yabo ngamagama abo.
-
12
|Salmos 49:12|
Ke umntu enobuhandiba akanakuhlala, Ufana neenkomo ezi zitshabalalayo.
-
13
|Salmos 49:13|
Yiyo le indlela yabanyabileyo, Neyabo babalandelayo, bekholiswa ngumlomo wabo. (Phakamisani.)
-
14
|Salmos 49:14|
Babuthe ngokweegusha kwelabafileyo; Ukufa kuyabalusa; Abathe tye bayabanyathela kwakusa; Isithomo sabo abo siyonakala kwelabafileyo, singabi nandawo yakuhlala.
-
15
|Salmos 49:15|
Kodwa uThixo uya kuwukhulula umphefumlo wam esandleni selabafileyo, Ngokuba eya kundithabatha. (Phakamisani.)
-
16
|Salmos 49:16|
Musa ukoyika, yakuba sisityebi indoda, Bakwanda ubuqaqawuli bendlu yayo:
-
17
|Salmos 49:17|
Ngokuba ekufeni kwayo ayiyi kuthabatha nento, Aluyi kuhla emva kwayo uzuko lwayo.
-
18
|Salmos 49:18|
Nakuba umntu ekudleni kwakhe ubomi ebewusikelela umphefumlo wakhe, Bekudumisa ngokuzichwayithisa kwakho,
-
19
|Salmos 49:19|
Uya kuya noko esizukulwaneni sooyise; Abayikukubona ukukhanya naphakade.
-
20
|Salmos 49:20|
Ke umntu onobuhandiba, abe engaqondi, Ufana neenkomo ezi zitshabalalayo.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Éxodo 39-40