-
Leer por capítulos:
91-
Xhosa
-
-
11
|Salmos 91:11|
Ngokuba izithunywa zakhe uziwisele umthetho ngawe, Ukuba zikugcine ezindleleni zakho zonke.
-
12
|Salmos 91:12|
Zokuthwala wena ngezandla zozibini, Hleze ubetheke ngonyawo lwakho etyeni.
-
13
|Salmos 91:13|
Wonyathela phezu kwengonyama nephimpi, Uyinyashe ingonyama entsha nenamba ngeenyawo.
-
14
|Salmos 91:14|
Ngokuba enamathele kum, ndomsiza; Ndimse engxondeni, ngokuba elazi igama lam.
-
15
|Salmos 91:15|
Wondibiza, ndiphendule, Ndoba naye embandezelweni; Ndomhlangula, ndimzukise;
-
16
|Salmos 91:16|
Ndimanelise ngemihla emide, Ndimbonise ukusindisa kwam.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Gálatas 1-3