-
Leer por capítulos:
105-
Xhosa
-
-
41
|Salmos 105:41|
Wavula iliwa, abaleka amanzi, Ahamba engumlambo emqwebedwini.
-
42
|Salmos 105:42|
Ngokuba wakhumbula ilizwi lakhe elingcwele, Wakhumbula uAbraham umkhonzi wakhe.
-
43
|Salmos 105:43|
Wabakhupha abantu bakhe benemihlali, Abanyulwa bakhe bememelela.
-
44
|Salmos 105:44|
Wabanika amazwe eentlanga, Bayihlutha inzuzo yokwaphuka kwezizwe,
-
45
|Salmos 105:45|
Ukuze bayigcine imimiselo yakhe, Bayibambe imiyalelo yakhe. Haleluya!
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Éxodo 39-40