-
Leer por capítulos:
34-
Xhosa
-
-
11
|Salmos 34:11|
Yizani, bonyana, phulaphulani kum; Ndonifundisa ukoyika uYehova.
-
12
|Salmos 34:12|
Ngubani na umntu obungxameleyo ubomi, Othanda imihla yokubona okulungileyo?
-
13
|Salmos 34:13|
Gcina ulwimi lwakho ebubini, Umlomo wakho ungathethi nkohliso.
-
14
|Salmos 34:14|
Suka ebubini, wenze okulungileyo; Funa uxolo, uluphuthume.
-
15
|Salmos 34:15|
Amehlo kaYehova akumalungisa, Iindlebe zakhe zisekuzibikeni kwawo.
-
16
|Salmos 34:16|
Ubuso bukaYehova bujonge abenzi bokubi, Ukuba akunqumle ehlabathini ukukhunjulwa kwabo.
-
17
|Salmos 34:17|
Akhala, weva uYehova; Wawahlangula ezimbandezelweni zawo zonke.
-
18
|Salmos 34:18|
Usondele uYehova kwabantliziyo zaphukileyo, Abasindise abamoya utyumkileyo.
-
19
|Salmos 34:19|
Buninzi ububi obulihlelayo ilungisa, Ke uYehova ulihlangula kubo bonke.
-
20
|Salmos 34:20|
Uyawagcina onke amathambo alo, Akwaphuki nalinye kuwo.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Éxodo 39-40