-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
20
|Salmos 73:20|
Njengephupha ekuqabukeni komntu, Ekuvukeni kwakho, Nkosi, wowudela umfanekiso wabo.
-
21
|Salmos 73:21|
Ukuba ndithe ndabindeka intliziyo, Ndahlabeka ezintsweni,
-
22
|Salmos 73:22|
Ndoba ke ndisisityhakala, ndingenakwazi; Ndoba ke ndisisilo kuwe.
-
23
|Salmos 73:23|
Mna ke ndihlala ndinawe; Undibambile ngesandla sam sokunene;
-
24
|Salmos 73:24|
Uya kundikhapha ngecebo lakho. Undithabathe emveni koku, ndibe nozuko.
-
25
|Salmos 73:25|
Ndinabani na emazulwini? Ukuba wena ungowam, andilinanze nganto ihlabathi.
-
26
|Salmos 73:26|
Ingaphela inyama yam nentliziyo yam: Iliwa lentliziyo yam, nesabelo sam, nguThixo ngonaphakade.
-
27
|Salmos 73:27|
Ngokuba, yabona, abanyawukileyo kuwe baya kudaka; Uyababhangisa bonke abahenyuzayo, bemke kuwe.
-
28
|Salmos 73:28|
Mna ke, ukusondela kuThixo kulungile kum, Ndiyenza ihlathi lam iNkosi uYehova, Ukuze ndiyibalise yonke imisebenzi yakhe.
-
1
|Salmos 74:1|
Eyokuqiqa; eka-Asafu. Yini na Thixo, ukuba uhlale usihlambile, Uqhume umsindo wakho kwizimvu zedlelo lakho?
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Zacarías 12-14