-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
5
|Salmos 2:5|
Iya kwandula ithethe kubo ngomsindo wayo, Ibakhwankqise ngokuvutha kwayo.
-
6
|Salmos 2:6|
Ithi, Mna ke ndimmisile ukumkani wam Phezu kweZiyon, intaba yam engcwele.
-
7
|Salmos 2:7|
Athi yena, Ndiya kuwuvakalisa ummiselo: UYehova uthe kum, UnguNyana wam wena; Mna namhla ndikuzele.
-
8
|Salmos 2:8|
Cela kum, ndikunike iintlanga zibe lilifa lakho, Iziphelo zehlabathi zibe zezakho.
-
9
|Salmos 2:9|
Uya kuzivikiva ngentonga yentsimbi, Uzihlekeze, zinge zizitya zodongwe.
-
10
|Salmos 2:10|
Ngoko ke, nina bokumkani, qiqani; Bagwebi basehlabathini, yalekani.
-
11
|Salmos 2:11|
Mkhonzeni uYehova nisoyika, Gcobani nithuthumela.
-
12
|Salmos 2:12|
Mangeni uNyana, hleze aqumbe, nitshabalale endleleni, Ngokuba ungahle uvuthe umsindo wakhe. Hayi, uyolo lwabo bonke abazimela ngaye!
-
1
|Salmos 3:1|
Umhobe kaDavide, ekubalekeni kwakhe kuAbhisalom unyana wakhe. Yehova, hayi, ukuba baninzi kwabandibandezelayo! Baninzi abasukela phezulu kum.
-
2
|Salmos 3:2|
Baninzi abathi kumphefumlo wam, Akunalusindiso kuThixo. (Phakamisani.)
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Números 17-19