-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
24
|Salmos 89:24|
Inyaniso yam nenceba yam inaye; Luya kuphakama uphondo lwakhe egameni lam.
-
25
|Salmos 89:25|
Ndiya kusisa elwandle isandla sakhe, EMilanjeni esokunene sakhe.
-
26
|Salmos 89:26|
Yena ukundibiza wothi, UnguBawo, UnguThixo wam, neliwa lokundisindisa.
-
27
|Salmos 89:27|
Kananjalo mna ndiya kumenza owamazibulo, Osenyangweni kookumkani behlabathi.
-
28
|Salmos 89:28|
Ndiya kumgcinela inceba yam ngonaphakade, Umnqophiso wam unyanise kuye;
-
29
|Salmos 89:29|
Ndiyimise ngonaphakade imbewu yakhe, Netrone yakhe ibe njengemihla yamazulu.
-
30
|Salmos 89:30|
Ukuba bathe oonyana bakhe bawulahla umyalelo wam, Abahamba ngamasiko am;
-
31
|Salmos 89:31|
Ukuba bathe bayihlambela imimiselo yam, Abayigcina imithetho yam:
-
32
|Salmos 89:32|
Ndoluvelela ukreqo lwabo ngentonga, Nobugwenxa babo ngemivumbo.
-
33
|Salmos 89:33|
Ke yona inceba yam andiyi kuyaphula kuye, Ndingaxoki ekuthembekeni kwam.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 2 Crónicas 21-23