-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
5
|Salmos 91:5|
Akuyi koyikiswa zizothuso ebusuku, Nalutolo lubaleka emini;
-
6
|Salmos 91:6|
Nandyikitya yakufa ihamba esithokothokweni, Nasifo sibhubhisayo, sibhuqa emini enkulu.
-
7
|Salmos 91:7|
Kungawa iwaka ecaleni kwakho, Isigidi ngasekunene kwakho, Kodwa kungasondeli nto kuwe.
-
8
|Salmos 91:8|
Wokhangela ngamehlo akho odwa, Ukubonele ukubuyekezwa kwabangendawo.
-
9
|Salmos 91:9|
Ngokuba nguwe, Yehova, ihlathi lam. Umenze Osenyangweni ikhaya lakho.
-
10
|Salmos 91:10|
Akuyi kuqubisana bubi nawe. Kungafiki sibetho ententeni yakho.
-
11
|Salmos 91:11|
Ngokuba izithunywa zakhe uziwisele umthetho ngawe, Ukuba zikugcine ezindleleni zakho zonke.
-
12
|Salmos 91:12|
Zokuthwala wena ngezandla zozibini, Hleze ubetheke ngonyawo lwakho etyeni.
-
13
|Salmos 91:13|
Wonyathela phezu kwengonyama nephimpi, Uyinyashe ingonyama entsha nenamba ngeenyawo.
-
14
|Salmos 91:14|
Ngokuba enamathele kum, ndomsiza; Ndimse engxondeni, ngokuba elazi igama lam.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Gálatas 1-3