-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
24
|Salmos 105:24|
Wabaqhamisa kakhulu abantu bakhe, Wabomeleza ngaphezu kwababandezeli babo.
-
25
|Salmos 105:25|
Wazijika iintliziyo zabo, ukuba babathiye abantu bakhe, Babaqhathanisele abakhonzi bakhe.
-
26
|Salmos 105:26|
Wathuma uMoses, umkhonzi wakhe, NoAron awamnyulayo.
-
27
|Salmos 105:27|
Bazenza kubo iindawo zemiqondiso yakhe, Nezimanga zakhe ezweni lakwaHam.
-
28
|Salmos 105:28|
Wathumela ubumnyama, kwaba mnyama; Ababa nakuwaphikisa amazwi akhe.
-
29
|Salmos 105:29|
Wawaguqula amanzi abo, aba ligazi, Wazibulala iintlanzi zabo.
-
30
|Salmos 105:30|
Ilizwe labo lanyakazela amasele Ezingontsini zookumkani babo.
-
31
|Salmos 105:31|
Wathetha, zafika izibawu, Iingcongconi, emideni yabo yonke.
-
32
|Salmos 105:32|
Wabanika isichotho, saba yimvula; Umlilo walenya ezweni labo.
-
33
|Salmos 105:33|
Wayibetha imidiliya yabo nemikhiwane yabo, Wayishwaqa imithi yemida yabo.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 2 Corintios 11-13