-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
34
|Salmos 105:34|
Wathetha, kwafika iinkumbi ezandayo, Nezikhothululayo, into engenakubalwa;
-
35
|Salmos 105:35|
Zayidla imifuno yonke ezweni labo, Zazidla iziqhamo zomhlaba wabo.
-
36
|Salmos 105:36|
Waza wababulala bonke abamazibulo ezweni labo, Intlahlela yamandla abo onke.
-
37
|Salmos 105:37|
Wabakhupha ke abakhe benesilivere negolide, Akwabakho ukhubekayo ezizweni zakhe.
-
38
|Salmos 105:38|
Lavuya iYiputa ekuphumeni kwabo, Ngokuba lifikelwe kukunkwantyisa kwabo.
-
39
|Salmos 105:39|
Waneka ilifu lokubasitha, Nomlilo wokukhanyisa ebusuku.
-
40
|Salmos 105:40|
Babiza, wazisa izagwityi, Wabahluthisa nangesonka sasezulwini.
-
41
|Salmos 105:41|
Wavula iliwa, abaleka amanzi, Ahamba engumlambo emqwebedwini.
-
42
|Salmos 105:42|
Ngokuba wakhumbula ilizwi lakhe elingcwele, Wakhumbula uAbraham umkhonzi wakhe.
-
43
|Salmos 105:43|
Wabakhupha abantu bakhe benemihlali, Abanyulwa bakhe bememelela.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 2 Corintios 11-13