-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
9
|Salmos 9:9|
UYehova makabe yingxonde kotyunyuziweyo, Ingxonde ngamaxesha engxingongo;
-
10
|Salmos 9:10|
Bakholose ngawe abalaziyo igama lakho; Ngokuba akubashiyanga abakuquqelayo wena, Yehova.
-
11
|Salmos 9:11|
Vumani ngendumiso kuYehova ohlala eZiyon; Xelani ezizweni izenzo zakhe ezincamisileyo;
-
12
|Salmos 9:12|
Ukuba umphindezeli wamagazi ubakhumbule, Akakulibalanga ukukhala kwabalulamileyo.
-
13
|Salmos 9:13|
Ndibabale, Yehova; Zibone iintsizi zam ezikhoyo ngabandithiyayo, Mphakamisi wam emasangweni okufa;
-
14
|Salmos 9:14|
Ukuze ndibalise yonke indumiso yakho, Emasangweni entombi uZiyon, Ndigcobe ngosindiso lwakho.
-
15
|Salmos 9:15|
Iintlanga zitshone esihogweni ezasenzayo, Emnatheni ezawugqumelayo kubanjiswe kwaolwazo unyawo.
-
16
|Salmos 9:16|
Uzazisile uYehova; wenza umgwebo, Emthiyela ngomsebenzi wezandla zakhe ongendawo. (Bethani uhadi ngofefe. Phakamisani.)
-
17
|Salmos 9:17|
Baya kubuyela kwelabafileyo abangendawo, Kwaiintlanga zonke ezimlibalayo uThixo;
-
18
|Salmos 9:18|
Ngokuba aliyi kuhlala lilityalwa ihlwempu, Ithemba leentsizana aliyi kudaka ngonaphakade.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Números 20-21