-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
9
|Salmos 94:9|
Omilisele indlebe, akayi kuva na? Obumbe iliso, akayi kukhangela na?
-
10
|Salmos 94:10|
Umthethisi weentlanga akayi kohlwaya na, Ulofundisa abantu ukwazi?
-
11
|Salmos 94:11|
UYehova ngumazi weengcinga zabantu, Ukuba zingumphunga.
-
12
|Salmos 94:12|
Hayi, uyolo lwendoda oyithethisayo, Yehova, Oyifundisayo ngomyalelo wakho;
-
13
|Salmos 94:13|
Ukuba uyizolise eziminini zobubi, Ade ambelwe isihogo ongendawo.
-
14
|Salmos 94:14|
Ngokuba uYehova akabalahli abantu bakhe, Akalishiyi ilifa lakhe.
-
15
|Salmos 94:15|
Ngokuba isiko liya kubuyela ebulungiseni, Balilandele bonke abantliziyo zithe tye.
-
16
|Salmos 94:16|
Ngubani na oya kusukela phezulu kubo abanobubi, ngenxa yam? Ngubani na oya kumelana nabasebenzi bobutshinga, ngenxa yam?
-
17
|Salmos 94:17|
Koko uYehova abe luncedo lwam, Umphefumlo wam unge uhle msinya, waya apho kuthiwa cwaka khona.
-
18
|Salmos 94:18|
Ukuba ndithi, Lwatyibilika unyawo lwam, Isuka inceba yakho, Yehova, indixhase.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Gálatas 1-3