-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
3
|Salmos 15:3|
Ngongahlebiyo ngolwimi lwakhe, Ongamenziyo into embi uwabo, Ongamngcikiviyo ummelwane wakhe;
-
4
|Salmos 15:4|
Odelekileyo, ecekiseka, kwawakhe amehlo, Obazukisayo ke bona abamoyikayo uYehova; Ofunga, angajiki, nokuba kubi kuye,
-
5
|Salmos 15:5|
Ongayinikeliyo imali yakhe ukuba adle abantu ngayo, Ongenakugaqelwa ngaye omsulwa. Okwenzayo oko akayi kuza ashukunyiswe naphakade.
-
1
|Salmos 16:1|
Eyona iligugu likaDavide. Ndigcine, Thixo, ngokuba ndizimela ngawe.
-
2
|Salmos 16:2|
Ndithe kuYehova, UyiNkosi yam, Andinanto indilungeleyo ngaphezu kwakho.
-
3
|Salmos 16:3|
Ndithe kwabangcwele abasehlabathini, Bona bazizinhanha apho, kukhona konke endikunanzileyo.
-
4
|Salmos 16:4|
Ziya kwanda iimbulaleko zabo bamananisa ngathixo wumbi uYehova. Andiyi kuyithulula iminikelo yabo ethululwayo yegazi; Andiyi kuwaphatha amagama abo ngomlomo wam.
-
5
|Salmos 16:5|
NguYehova isahlulo endasabelwayo, nendebe endayabelwayo; Ulenze banzi ilifa lam.
-
6
|Salmos 16:6|
Amacandelo andiwele ezindaweni ezimnandi; Hee! Ndide ndaba nelifa elihle.
-
7
|Salmos 16:7|
Ndiya kumbonga uYehova ondinike icebo; Nasebusuku ziyandithethisa izintso zam.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 2 Reyes 6-8