-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
20
|Salmos 38:20|
Abandibuyekeza ngobubi esikhundleni sokulungileyo Bayandichasa, ngenxa yokuphuthuma kwam okulungileyo.
-
21
|Salmos 38:21|
Musa ukundishiya, Yehova; Thixo wam, musa ukuba kude nam.
-
22
|Salmos 38:22|
Khawuleza undincede, Nkosi yam, Msindisi wam.
-
1
|Salmos 39:1|
Kumongameli, kuYedutun. Umhobe kaDavide. Ndathi, Ndiya kuzigcina iindlela zam, Ndingoni ngolwimi lwam; Ndiya kuwugcina ngokuwubopha umlomo wam, Xa ongendawo asephambi kwam.
-
2
|Salmos 39:2|
Ndaba sisidenge, ndathozama, Ndazisulungisa nakokulungileyo; Wagxobha-gxobheka umvandedwa wam.
-
3
|Salmos 39:3|
Yaba nobushushu intliziyo yam phakathi kwam, Ekucamangeni kwam wavutha umlilo. Ndathetha ke ngolwimi lwam,
-
4
|Salmos 39:4|
Ndathi, Ndazise, Yehova, isiphelo sam, Nomlinganiso wemihla yam, into oyiyo; Mandikwazi ukunqamka kwam, into okuyiyo.
-
5
|Salmos 39:5|
Yabona, uyenze imihla yam yangangobubanzi besandla; Nobomi bam bunjengento engento phambi kwakho; Ngumphunga nje bonke abantu, nakuba bemi. (Phakamisani.)
-
6
|Salmos 39:6|
Uhamba-hamba umntu enjengesithunzi nje kodwa; Baxokozela ngomphunga nje kodwa; Bafumba, bengazi ukuba ngubani na oya kukuhlanganisa.
-
7
|Salmos 39:7|
Ngoku ndiya kuthembela kwintoni na, Nkosi yam? Ukulinda kwam kukuwe.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Mateo 1-4