-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
7
|Salmos 82:7|
Noko niya kufa njengomntu, Niwe njengomnye kubathetheli.
-
8
|Salmos 82:8|
KhawusukÂ’ ume, Thixo, gweba ehlabathini; Ngokuba uya kuzidla ilifa wena zonke iintlanga.
-
1
|Salmos 83:1|
Ingoma. Umhobe ka-Asafu. Thixo, musa ukuthi cwaka, Musa ukuthi tu, musa ukuzola, Thixo.
-
2
|Salmos 83:2|
Ngokuba nanzo iintshaba zakho zixokozela; Abakuthiyayo baphakamisa intloko.
-
3
|Salmos 83:3|
Bagqugula igqugula elinobuqhophololo ngabantu bakho, Bacebisane ngabagushiweyo nguwe.
-
4
|Salmos 83:4|
Bathi, Yizani sibethe bee shwaka, bangabi luhlanga, Lingabi sakhunjulwa igama likaSirayeli.
-
5
|Salmos 83:5|
Ngokuba bacebisana ngantliziyo-nye, Benza umnqophiso ngawe:
-
6
|Salmos 83:6|
Iintente zakwaEdom nezakwaIshmayeli, AmaMowabhi namaHagari,
-
7
|Salmos 83:7|
AmaGebhali nama-Amon nama-Amaleki, AmaFilisti kunye nabemi baseTire;
-
8
|Salmos 83:8|
Nama-Asiriya athelele kubo, Baba yingalo koonyana bakaLote. (Phakamisani.)
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Zacarías 12-14