-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
8
|Salmos 55:8|
Bendiya kukhawuleza, ndisinde Emoyeni ovuthuzayo naseluqhwitheleni.
-
9
|Salmos 55:9|
Tshabalalisa, Nkosi yam, yahlula ulwimi lwazo; Ngokuba ndibone ukugonyamela nokubambana phakathi komzi.
-
10
|Salmos 55:10|
Imini nobusuku bajikeleza ezindongeni zawo; Ubutshinga nokwaphula kuphakathi kwawo;
-
11
|Salmos 55:11|
Ukweyelisela kuphakathi kwawo; Endaweni yembutho yawo akusuki ukuxinezela nokukhohlisa.
-
12
|Salmos 55:12|
Ngokuba asilutshaba olu lundingcikivayo; Bendiya kukuthwala oko. Asingondithiyileyo lo uzikhulisayo kum; Bendiya kusithela kuye.
-
13
|Salmos 55:13|
Nguwe, mntu ubungumlingane wam, Ikholwane lam endazana nalo,
-
14
|Salmos 55:14|
Ebesicweya kamnandi, Siye endlwini kaThixo silihlokondiba eligcobayo.
-
15
|Salmos 55:15|
Ukufa makubaqubule, Mabehle baye kwelabafileyo besaphilile; Ngokuba ububi busemizini yabo phakathi kwabo.
-
16
|Salmos 55:16|
Mna ndinqula uThixo; UYehova uya kundisindisa.
-
17
|Salmos 55:17|
Ngokuhlwa, nakusasa, nasemini enkulu ndiya kucamngca, ndincwine; Uya kuliva izwi lam.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Malaquías 1-4