-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
15
|Salmos 69:15|
Mawungandintywiliseli umsinga wamanzi; Ingandiginyi inzulu; Iqula malingandivingceli ngomlomo walo
-
16
|Salmos 69:16|
Ndiphendule, Yehova, ngokuba ilungile inceba yakho, Ngangobuninzi bemfesane yakho ndibheke.
-
17
|Salmos 69:17|
Musa ukubusithelisa ubuso bakho kumkhonzi wakho, Ngokuba ndibandezelekile; khawuleza undiphendule.
-
18
|Salmos 69:18|
Sondela emphefumlweni wam, uwukhulule; Ngenxa yeentshaba zam ndikhulule.
-
19
|Salmos 69:19|
Wena uyakwazi ukungcikivwa kwam, nokudaniswa kwam, nokuhlazwa kwam; Baphambi kwakho bonke abandibandezelayo.
-
20
|Salmos 69:20|
Ingcikivo yaphula intliziyo yam, ndaphantsa ukufa; Ndathemba ukukhuzwa, akwabakho; Nokuthuthuzelwa, andakufumana.
-
21
|Salmos 69:21|
Ukudla bandinika inyongo; Ekunxanweni kwam bandiseza iviniga.
-
22
|Salmos 69:22|
Isithebe sabo phambi kwabo masibe ngumgibe; Sibe sisirhintyelo kwabanemasi.
-
23
|Salmos 69:23|
Makabe mnyama amehlo abo, bangaboni, Usigxadazelise isinqe sabo amaxesha onke.
-
24
|Salmos 69:24|
Baphalazele ngobhavumo lwakho, Kubafikele ukuvutha komsindo wakho.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Zacarías 12-14