-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
15
|Salmos 135:15|
Izithixo zeentlanga yisilivere negolide, Umsebenzi wezandla zabantu.
-
16
|Salmos 135:16|
Zinomlomo nje, azithethi; Zinamehlo nje, aziboni;
-
17
|Salmos 135:17|
Zineendlebe nje, aziva; Akukho nento engumoya emlonyeni wazo.
-
18
|Salmos 135:18|
Baya kuba njengazo abenzi bazo, Bonke abasukuba bekholose ngazo.
-
19
|Salmos 135:19|
Nina ndlu kaSirayeli, bongani uYehova; Nani ndlu ka-Aron, bongani uYehova.
-
20
|Salmos 135:20|
Nina ndlu kaLevi, bongani uYehova; Nani boyika uYehova, bongani uYehova.
-
21
|Salmos 135:21|
Ngowokubongwa uYehova eZiyon, Ulohlala eYerusalem. Haleluya!
-
1
|Salmos 136:1|
Bulelani kuYehova, ngokuba elungile: Ngokuba ingunaphakade inceba yakhe.
-
2
|Salmos 136:2|
Bulelani kuThixo woothixo: Ngokuba ingunaphakade inceba yakhe.
-
3
|Salmos 136:3|
Bulelani kuNkosi kankosi: Ngokuba ingunaphakade inceba yakhe.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 2 Corintios 5-7