-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
6
|Salmos 22:6|
Ke mna ndingumbungu, andimntu; Ndisisingcikivo soluntu, into edelekileyo ebantwini.
-
7
|Salmos 22:7|
Bonke abandibonayo bayandigculela; Bayasineka, bahlunguzela intloko;
-
8
|Salmos 22:8|
Bathi, Makazilahlele kuYehova, amsize, Amhlangule kaloku, ngokuba emthandile.
-
9
|Salmos 22:9|
Ewe, nguwe umtyhobozisi wam esizalweni, Inkolosisi yam ndisemabeleni kama.
-
10
|Salmos 22:10|
Ndalahlelwa kuwe kwasesizalweni; Kwasembilinini kama ubunguThixo wam.
-
11
|Salmos 22:11|
Musa ukuba kude nam, ngokuba isondele imbandezelo, Ngokuba akukho mncedi.
-
12
|Salmos 22:12|
Ndingqongwe ziinkunzi ezininzi, Ndihlanganyelwe zeziziimbalasane zaseBhashan.
-
13
|Salmos 22:13|
Zindakhamele umlomo wazo, Njengengonyama eqwengayo, egqumayo.
-
14
|Salmos 22:14|
Ndiphalele njengamanzi, Ahlukene onke amathambo am; Yanjengomthwebeba intliziyo yam, Inyibilikile phakathi kwezibilini zam.
-
15
|Salmos 22:15|
Omile njengegophe amandla am, Ulwimi lwam lunamathele ekhuhlangubeni lam; Undibeka eluthulini lokufa.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Mateo 5-7